Main Views
QA Views
About Transvision
Displaying 1 result:
Entity | en | xh |
---|---|---|
Entity
#
all locales
mozilla_org • en • mozorg • about • manifesto.ftl manifesto-details-these-principles |
en
These principles will not come to life on their own. People are needed to make the internet open and participatory - people acting as individuals, working together in groups, and leading others. The { -brand-name-mozilla-foundation } is committed to advancing the principles set out in the { -brand-name-mozilla } Manifesto. We invite others to join us and make the internet an ever better place for everyone.
|
xh
Le migaqo ayisoze iziqhube ngokwayo. Kufuneka abantu ukwenza i-Intanethi ivulekele wonke umntu yaye wonke ubani abe nenxaxheba kuyo - abantu ngabanye, abo basebenza kunye njengamaqela, kwanabo bakhokela abanye. We{ -brand-name-mozilla-foundation } uzibophelele ekuqhubeleni phambili imigaqo echazwe kuXwebhu lwakwa{ -brand-name-mozilla }. Simema abanye ukuba bazimanye nathi ekwenzeni i-Intanethi ibe ngcono ngakumbi kumntu wonke.
|
APIThese results are also available as an API request to search in
en or
xh.
Learn more about the Transvision API.
Please enable JavaScript. Some features won't be available without it.