Transvision

Displaying 1 result:

Entity en xh
Entity # all locales mozilla_org • en • mozorg • about • manifesto.ftl
manifesto-details-the-mozilla-project-global
en
The { -brand-name-mozilla } project is a global community of people who believe that openness, innovation, and opportunity are key to the continued health of the internet. We have worked together since 1998 to ensure that the internet is developed in a way that benefits everyone. We are best known for creating the { -brand-name-mozilla } { -brand-name-firefox } web browser.
xh
Iprojekthi yakwa{ -brand-name-mozilla } luluntu olusemhlabeni wonke abakholelwa kwelokuba ukungafihli nto, ukuqulunqa iindlela ezintsha, namathuba angundoqo kwinkqubela phambili yeIntanethi. Besisebenza kunye ukususela ngowe-1998 ekuqinisekiseni ukuba i-Intanethi iphuhliswa ngendlela yokuba kuxhamle wonke umntu. Saziwa ngcono ngokudala ibhrawuza yewebhu i{ -brand-name-mozilla } { -brand-name-firefox }.
Please enable JavaScript. Some features won't be available without it.